Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Unjalo uMoya kaThixo xa sewungene emntwini wakhe, ushiya bemangalisiwe ube usebenza yona. Phambili mamMfundisi leli kaThixo ixesha ngoku wukhulul'umoya wenze ekaThixo intando. NoDavide ukumkani wake wadumisa phambi kwetyeya kaYehova wabashiya bemangemele kodwa owakhe uThixo wabe uvuya ngaye. Sidinga olu nqulo kwinkonzo zethu siphme tu kwi method ngoba sawuliphosa elikaThixo ithuba sisazibambile 🙌🙌❤❤
Yhu Nkosi yam ngingena ephasikeni manje 🙌🏽🙌🏽🙌🏽❤️
Oooh inkonzo yabazali bam 😭😭😭
Eweeeeeee holy chaos nkosi yam
Ngenze busha ngibe ngcwele.
My God!!