Kucacile ukuba andilogwala lol, I used to enjoy okakubhabha. Ayethanda ukuqala ndileqwa mna ndibaleke ndide ndibhabhe, sometimes ndixhume from one mountain to the next
But why bendifikela midnight abalozi yoh bendisithi ndiyaloywa or ndiyathwetyulwa, this unexplainable noise bayenzayo ezindlebeni zam zijike ziqaqambe oko throughout the day
Camagu Mhlekazi, ndinombuzo what happens ca ungumxhosa kodwa zange uthonge intsimbi emhlophe or ingulo akokwenu the very first encounter nentwaso is amahiya and everything ehambelana nalo ntwaso?
Ndiyakuthanda nkwe❤
Yhuuuuu camagu nkwe yandoyikisa ngk ngama jaji yho😢😢😢 ndikhe ndakuthonga ingathi ndihleli nawe 😂❤
Yhooooo mama ndacacelwa gcaaaaa ndiyabulela
Camagu Mama
I appreciate the simplicity and clarity with which you deliver your messages.
Camagu mama. Makwande 🙌🏽
Camagu mama👏...uyawuphisila u Moya wam
Camagu Mhlekazi 👏🏿👏🏿👏🏿👏🏿
Zange ndalila kangaka.!😭Yandiqinisa same tine yandiphilisa message yakho mama
Camagu Mamam uvakele,nangono isoyikisa le ndaba yeJaji
Camagu mama yhooooooo
Camagu Mhlekazi!!! 🙌🏽
Camagu mama xa ndiphupha ndileqwa ndibhabha ndiyabaleka ngoku ndizinceda ngokubhabha
Camagu Mama enkosi kakhulu
Camagu mama uvakele kakuhle futhi
Kucacile ukuba andilogwala lol, I used to enjoy okakubhabha. Ayethanda ukuqala ndileqwa mna ndibaleke ndide ndibhabhe, sometimes ndixhume from one mountain to the next
Yhuuu spirits being evoked by ingoma😭nabalozi😥enkosi Nonkwenkwezi ngakenkcazelo
But why bendifikela midnight abalozi yoh bendisithi ndiyaloywa or ndiyathwetyulwa, this unexplainable noise bayenzayo ezindlebeni zam zijike ziqaqambe oko throughout the day
Camagu Mhlekazi, ndinombuzo what happens ca ungumxhosa kodwa zange uthonge intsimbi emhlophe or ingulo akokwenu the very first encounter nentwaso is amahiya and everything ehambelana nalo ntwaso?
uphuncile njani xa intonation yokuthwala seyadliswa umuzi yawuqeda generation back, these idluliselwa kokwenu ukuba idle phone, kwathiwa kuyo " kukowenu nalapho"?
Uthetha nam mzali apha😢
Camagu Mama, ukufika koo Tata abanxibe olwahlobo loo nozakuzaku beligquba kusithwa uzolandwa ingaba iyafana nha nale yamajaji? Okanye oo Mama benxibe ngongathi bango makoti bebhinqile, behamba nama khukho abo.
Hey wayitsho into NoStar*❤
Andoyika🥺
Me too
Ndivile mna Nonkwenkwezi...mawabuzwe kum Amajaji ndiyawazi xa sele egqibile🤣🤣🤣
Camagu Mhlekazi ngicela ukwazi ukuthi ubuya nini apha eGauteng I seriously need I one on one talk and advice Camagu
Sengifikile. WhatsApp 0713459270
Uchithibhunga noMaphipha 🤣🤣🤣🤣
Hey mna sis oko xawthetha ndifuna likhulu kuwe and usibonise izinto ezininzi ebesingazazi nezi besingazi hoyanga
How I wish I understood isiXhosa properly 😭😭
Mama uyandokisa kulendaba yamajaji
Ndicela inumber yakho plz
Anizoyiki gqith izinto Nina😂
0732408114
@@nonkwenkwezi2713 besenziwa kukungazi MamKhonjwa. Now we know... makuqalwe Kqalen kaloku
Camagu Mama