Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Whittlesea ❤❤❤❤My home town ❤❤❤
Sisikhwenkwe nje esi mzi kaphalo,yhoooo
Zeziphi ezlali?? Under which town??? 3/10/2024
Queenstown specifically in Whittlesea/Vatlease is the same place the village is Extention
Thanks Sir......30/10/2024
Kutheni ungasaloboli........ Enye yengoma endizithandayo madoda🔥🔥🔥🔥🔥
Aphi khona amadoda amadala?
Kuthi thina bathembu namagcaleka zingoma zamkhwenkwe ezi. Kodwa ingathi kuse luxion apha
Ziintoni na ezi ziculwa apha?
Hayi siyazibona izimanga
gwaaa!!
Hayi hayi Sisimanga Esi, Kwenziwani Apha? 🙆
Kuphi apha kunje ukuhamba kukubona
I am proudly INdoda Yom Xhosa but le andiyaz ba ndizawuthi yintoni. They should come to Ngqushwa (ciskei) eastern cape and see how things are done correctly
Ewe ndoda injalo
Ezingoma ngathi zezobukhwenkhwe zculwapha
Kuphi apha?
Queenstown
Yindoda le ikhokhele amakrwala inxibe ivest abanye izikipa uwo hayi kunzima
Zicula negoma zama kwekwe hai siyazinona kodwa izinto
Mawawa
Luhlobo luni lwabantu olu madoda okanye ndarojwa le matatiele loool ayikho lendiyibonayo
Ematateile nakopa isisotho kaloku sulibala aninandlela iyeyenu yokwenzisiko
@@cbucicocimama9517 uyabhuda wena awuna ncwadi
@@cbucicocimama9517 nina nicinguba ukoluka kokwamaXhosa...aninamlando ingxaki nizazi nodwa ...kulapho ningakwaz ukuhlonipha imicimbi yabantu and anibuki..into eyenziwayo kukugxeka...umXhosa funeka ayazi uba uhleli nabaThembu/Mpondo/Mse/Hlubi/Bhaca ...kule EC ayingomXhosa yedwa and azo Nations azizuziguqula ngenxa yamaXhosa...zokwenza ngokwendlela yazo qha umntu makafunde kwezinye izozwe azokhula ayekubhomba aph
Kutheni kwangadlalwa neentonga ezi namaXhosa, akwabikho nendoda le ivala isango kwavele kwangenwa nje? ngapha kuculwa neengoma ngathi kuseBholeni hayi ngeke
xhosa nation bafo injalo🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣ibasisiwiliwili nje
K.Dlokolo.andiyazinobangotata
Ndxakiwe marn but nani komatateila anenzi sxhosa amarhala enu zintwana ezncinci eztakatakayo zijaiva andazi yonke lento niyenzayo
Thina soluka isithembu ne simpondomise e matatiele singabantu bengubo thina Hai ububhanxa Bama xhosa ne bhatyi
@@luvontsimbi mxele yihlo
lol hai sihamba sizbona ngeke.
Hahahahaha ndyaqala ukuyibona le oko ndabayindoda
hai kwezinye indawo kodwa kwenziwa nje phela sonwabe nje ngoba le ndiyibona apha ngathi kuyadlalwa nje
madoda khanize heshele, matatiele, mt fletcher, sterke ntabethemba nezinye ke indawo zisaybambile nizobona ba kwenziwa njani lol mxm ezi zingahlala le ecaleni, i mean abantwana bafikela ebaleni madoda kodwa ngeke
😂😂😂😂😂 Napha kuthi eGcuwa sisayibambile ingathi kuseKapa apha
uchecke page yam mf2 ubone thina ngapha matatiele/mt Fletcher uba amakrwala wethu anjani
Moemish lena amaxhosa fanele uvalwa kwi siko elinje amosha kakhulu.
What tha hell is thing kwenziwani apha nah
Hay bafetu ndincamile mna ayikho lento
Whittlesea ❤❤❤❤
My home town ❤❤❤