Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Mount Frere, you guys can sing xa nithanda, sometimes ungazi noba kwenzeka ntoni
Haa Yandisa mfana, xokelani kangaka😂😂😂🤣? Awunosixokisela sonke kalok lolo. Aba ngabase Mvuzi eZibokwana kwaNtayiya... NGABASE MVUZI ABA!
Full video
Maskhambheni maskhambheni masgodukeni babhem..
Haa Yandisa mfana, xokelani kangaka? Awunosixokisela sonke kalok lolo. Aba ngabase Mvuzi eZibokwana kwaNtayiya. Ndikuphikisa bcz ndibaz phantse bonke ngamagama ker futhi n ndingomnye waba babebaphekela... NGABASE MVUZI ABA!
Niphoselani bcz ngabas Mvuzi kwa ntayiya😂😂
🤣🤣🤣🤣🤣🤣
ewuu
Aw madoda ndandiycula lengoma Pha NGO 2013 kumhlaba wase ncome phezi kwenkoro
Bina makholwa vuma
- aw madoda nathi sabe sinje..
Vumani makholwa
Yidluyam yam klk lena