Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Ligqirhanaye ziyoni klk eli,unalo ilungelo lophathitshobalakhe Xa abantu abadalabakowabo bevumile,kushukuthi mos akanelanga fakantsimbi Xa engenaluphathutshoba kwakhe?I Zion yinkonzo yezithethe
Hay ndimtandela ukuteta inyani nditi Amen
Tjooo wam kumnandi ezion 👏👏👏👏👏
@@ayarongaan5474 kakulu mntakabawoo
paroleit solutions .kumnadi ezion bawo ngezindo sonke
Camagu oko kukuthi Amen. Kuyaphilwa APHA.
Thetha madala!
Iyaphila nayi inkpnzo
Tsiiiii Nkonde Madoda
Netshoba liyalunga na sana
Into isentliziyweni sisi so akanogxothwa umntu ezokhonza kwinkonzo kaThixo
Kanti nam andithi makangazi enkonzweni qha noko ndothukile zange khe ndilibone
@@ziyandablayi6492 😅😅😅Ndiyakuva ke
@@thegift7664 ndayithanda lempendulo.
Kuba ke kuqale kwakho umtshoba lo, umnqamlezo yinto entsha kwimidaka.Izibhalo ziyibeke yacaca ukuba uYesu wathi andize kutshintsha amasiko. Ukuba intsimbi ikhona eZion umtshoba nomkhonto awusali. Umoya uthethile kwa phakama isinyanya. Amen.
mxm ziyadlala icawe kodwa
Kuphi apha na bazalwane, indawoni lenkonzo eKapa?
Ikhona Strand, kraaifontein, Grabour nase Saldanah
Looool Ey lobawo
Ligqirhanaye ziyoni klk eli,unalo ilungelo lophathitshobalakhe Xa abantu abadalabakowabo bevumile,kushukuthi mos akanelanga fakantsimbi Xa engenaluphathutshoba kwakhe?I Zion yinkonzo yezithethe
Hay ndimtandela ukuteta inyani nditi Amen
Tjooo wam kumnandi ezion 👏👏👏👏👏
@@ayarongaan5474 kakulu mntakabawoo
paroleit solutions .kumnadi ezion bawo ngezindo sonke
Camagu oko kukuthi Amen. Kuyaphilwa APHA.
Thetha madala!
Iyaphila nayi inkpnzo
Tsiiiii Nkonde Madoda
Netshoba liyalunga na sana
Into isentliziyweni sisi so akanogxothwa umntu ezokhonza kwinkonzo kaThixo
Kanti nam andithi makangazi enkonzweni qha noko ndothukile zange khe ndilibone
@@ziyandablayi6492 😅😅😅Ndiyakuva ke
@@thegift7664 ndayithanda lempendulo.
Kuba ke kuqale kwakho umtshoba lo, umnqamlezo yinto entsha kwimidaka.
Izibhalo ziyibeke yacaca ukuba uYesu wathi andize kutshintsha amasiko. Ukuba intsimbi ikhona eZion umtshoba nomkhonto awusali. Umoya uthethile kwa phakama isinyanya. Amen.
mxm ziyadlala icawe kodwa
Kuphi apha na bazalwane, indawoni lenkonzo eKapa?
Ikhona Strand, kraaifontein, Grabour nase Saldanah
Looool Ey lobawo