MCSA Connexional Crusade: uYesu lithemba lami

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 6 жов 2024
  • Methodist Church of Southern Africa

КОМЕНТАРІ • 42

  • @monwabisitekete2685
    @monwabisitekete2685 6 років тому +21

    UYesu lithemba lami
    Ndotsho ndinyanise
    Ndiya kholwa kuYe nami
    Ndotsho ndizingise
    Ndifumene Ubuntu ngaYe
    Ndizuze ubomi ;
    Ongumthombo wabo nguYe
    Umthandi wabooni
    Ndamnxanelwa ngako konke
    Ndalila ndimfuna
    Ndalahla izinto zonke
    Ndada ndamfumana
    Kanti uYesu uyandibona
    Xa ndilila njalo
    Wandibiza wathi "Yiza"
    Ndasabela njalo
    Ngoku ndiphumle ku Yesu
    Ngokofefefe lwaKhe
    Ndinethemba elikhulu
    Ngaye inceba yaKhe. Amen

  • @aphiwemampoza6965
    @aphiwemampoza6965 8 років тому +4

    Ndamnxanelwa ngako konke, ndalila ndimfuna, Ndalahla izinto zonke ndada ndamfumana.....
    EWE NKOSI MANDIHLUME NDIBENGOXAKATHILEYO!!!
    #BLESSED

  • @nomvulabukani7717
    @nomvulabukani7717 5 років тому +1

    Niyandiphilisa bonanje nina maWesile Amen

  • @nhlanhlavilakati3451
    @nhlanhlavilakati3451 7 років тому +2

    Umuntfu uva sengatsi kuvulek'ema zulu ungena khona ahamba ngetinyawo. Labo make bayahlabela ngemaphimbo abo, suka

  • @dikabelophasumane9964
    @dikabelophasumane9964 Рік тому

    Praise the Lord Hallelujah 🙌🙌🙌

  • @vuyogusha1366
    @vuyogusha1366 8 років тому +3

    ndinethemba elikhulu ngayo incaba yakhe I love to live Christian life

  • @masegotlhong7109
    @masegotlhong7109 2 роки тому +1

    My 2022 song

  • @ThandazaMK
    @ThandazaMK 3 роки тому +1

    Hymn 90.

  • @thobilendlela4642
    @thobilendlela4642 4 роки тому +1

    Kanti Jesu uyangibona nxa ngilila njalo😭👏

  • @sinokuhlesiwahla6070
    @sinokuhlesiwahla6070 7 років тому +1

    Oh intonga yam ngela xesha ndandungumwisile nkosi phofu nangoku iseyiyo

  • @kgomotsomokgatle5057
    @kgomotsomokgatle5057 Рік тому

    Otshepagetse ka metlha!!

  • @busimbelu4871
    @busimbelu4871 4 роки тому +1

    Owu ntonga yam madoda👏🙏

  • @dibuengmanyetsa2360
    @dibuengmanyetsa2360 5 років тому +2

    Soul healing ........

  • @vuyisilebhe4858
    @vuyisilebhe4858 2 роки тому

    Sibulela iNkosi kude kwalapha isigcinile isiphephisa kongendawò nomkhosi yobumnyama

  • @thandigoodness5898
    @thandigoodness5898 3 роки тому

    Kanti Jesu uyangibona xa ndilila njalo 😭😭😭😭😭😭😭🙌🙌🙌🙌🙌🙌

  • @Sinethemba29
    @Sinethemba29 9 років тому +2

    Wandibiza wathi yiza ndasabela njalo...

  • @tessygal
    @tessygal 9 років тому +2

    I may not understand but the spirit is moving me

  • @zukonyathi2533
    @zukonyathi2533 3 роки тому

    Oh Nkosiyam yehlela ngezantsi uphelise esisifo sizokudumisa

  • @tabisononjobe1837
    @tabisononjobe1837 5 років тому

    Wandibiza, wathi yiza, ndasabela njalo.....WEE JESU USIBUSISO KUM

  • @kgotsomajola
    @kgotsomajola 11 років тому +2

    God is good, i felt his presence

  • @siphombense3821
    @siphombense3821 2 роки тому

    Eish

  • @monwabisitekete5861
    @monwabisitekete5861 8 років тому +1

    Uyesu ulithemba lami oooooooh Madoda iyandiphilisa le ngoma . ndiyi thandaza xa isithi kanti u yesu uyandibona xa ndilila njalo

    • @lindimazibuko8688
      @lindimazibuko8688 6 років тому

      Ewu jesu ngasabela njalo

    • @totonongwe3999
      @totonongwe3999 5 років тому

      Uyesu. ngumalusi. wam. andisweliluto

    • @totonongwe3999
      @totonongwe3999 5 років тому

      ubalothixo
      nguthixo. wethu
      ngonaphakadekanaphakade
      wosikhapa
      kudekubesekufeni

  • @noxoloncayo3706
    @noxoloncayo3706 10 років тому +8

    ndinethemba elikhulu ngayo inceba yakhe

    • @siyankosi8203
      @siyankosi8203 8 років тому

      +noxolo ncayo ....Ahh Nkosi Nami iyangibusise levesi Ma Ncayo

    • @zuzupike1090
      @zuzupike1090 7 років тому

      spiritual healing for ever,uba kungathula aba,kunganqangaza la matye.Mnikelo Howard Vokozela

  • @lithembasimon1276
    @lithembasimon1276 8 років тому +1

    Wow!!!!! nice song

  • @emxmore2862
    @emxmore2862 7 років тому +1

    Haleluja

  • @boikiemoroba2138
    @boikiemoroba2138 10 років тому

    AMEN.................................

  • @velisermjarley3650
    @velisermjarley3650 5 років тому

    Ndinethemba elikhulu ngayinceba Yakhe.

  • @zimkhithamalife5915
    @zimkhithamalife5915 9 років тому +2

    Ndamnxanelwa ngako nkonkeee< ohh Nkosi yam!

    • @axolendzimane139
      @axolendzimane139 8 років тому

      +zimkhitha malife ndalila ndimfuna, ndazilahla izinto zonke ndada ndamfumana!

  • @Motswallea
    @Motswallea 10 років тому

    oh Thixo!!

  • @siphonongalo1392
    @siphonongalo1392 7 років тому

    aw yehla nkosi

  • @onkegelem3448
    @onkegelem3448 10 років тому

    Oh ,madoda , this hymn..........

  • @sivekuhle2647
    @sivekuhle2647 9 років тому

    ongumthombo wabo nguye umthandi waboni

  • @siviwekulu6996
    @siviwekulu6996 7 років тому +1

    Kwakuphi na lapha?