Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Bofaku mina ngila kwazulu ngisa ukuxhumana nowaziyo ngendawo ngesixhosa ngoba nami ngiyiwele kumanje ngyomiselwa sengàthi ngingaxhumana nonyawuza abalana edurban. Ngoba izintozami angifuni zibhede noma bahlulekabukukhokha. Komalume
Camagu
Ohhh Camagwini bahlekazi bam mama omakazi nomalume Siya Camagusha eKapa Bo Ngqu ngqushe
Nokohzo Nohkonzo. Nohkonzo Nohkonzo. Nohkonzo
Ndicela ndindicacisele ngomsebenzi wengubo imhlophe nemigca ebomvu apho esigqirheni.Ndibuza ngoba ixhaphake ukusetyenziswa kumakhwenkwe ayentabeni CAMAGU....
Camagu Mama👏❤️Sandla esihle samaMpondo
Phila mntanethongo ❗❗❗❗👏👏
Amagqiirha esasiwazi❤
siyabulela
Camagu Mafaku sihle isandla sakho amanyange akowenu akuphe amandla baninzi bayagula balinde isandla sakho
camagu, siyabulela, makubenjalo
Camagu kothahla kandayeni
@@iinkonjanezoofakuCamagu gogo ndisacela ukuxhumana nani zihlwele zakuthi ndinengxak sendihambe abantu abayi 12 ndicela uncedo sendibuya nasekhaya anditholi kulungiselwa izinto zam
Oohk Camangu mntanethongo😭😭
Oh mafaku ndinithanda nam ndiliwele😍
Into eyandidibanisa nomhlekazi ndiyayibulela isigqi sakhe xa exhentsa Camagu khuphuka sinyanya
Yandiphambhanisa lentsimbi ekhalayo haybo ngubani obetha lentsimbi yhini mhlekazi Camagu
Yiiiiiiza!!!
Camagu Mama 👏👏👏
Camagu mama 💞💞 Thahla, 🥰 Dakhile
Camagu👏🏻👏🏻
Yiiiizaa❤️❤️
Thank you for sharing with us.
My pleasure!
Ndimthanda qith umama!!
Camagu gogo
Thina esi like iVideo singenkayi bukeli nokuyi bukela😌🥂
🥂🥂🥰
Sithi abo🥂
sinithanda more
Yhoo mawele oFaku niyayazi into eniyenzayo ndicelinomber yenu ndiseMMIDDELBURG. CAPE
Wayifumana iNumber yalezangoma sihlobo??
Camagwini❤️
Yhaas
Yhini le bhokwe madoda yaqala I phela le video..
Lol!!
What is the white foam in the pot?
iGobongo = Ukudla kwe dlozi (food for your ancestor or spirit that lives with or in you) it has a purpose. im not quite sure what though
we call it isilawu esiXhoseni, we use this special herb when we call upon and connect with our ancestors.
Bofaku mina ngila kwazulu ngisa ukuxhumana nowaziyo ngendawo ngesixhosa ngoba nami ngiyiwele kumanje ngyomiselwa sengàthi ngingaxhumana nonyawuza abalana edurban. Ngoba izintozami angifuni zibhede noma bahlulekabukukhokha. Komalume
Camagu
Ohhh Camagwini bahlekazi bam mama omakazi nomalume Siya Camagusha eKapa Bo Ngqu ngqushe
Nokohzo Nohkonzo. Nohkonzo Nohkonzo. Nohkonzo
Ndicela ndindicacisele ngomsebenzi wengubo imhlophe nemigca ebomvu apho esigqirheni.
Ndibuza ngoba ixhaphake ukusetyenziswa kumakhwenkwe ayentabeni CAMAGU....
Camagu Mama👏❤️
Sandla esihle samaMpondo