Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Well said, Shwabada, Hlubi, Nonxa ngu Poswayo uXaba omkhulu ke lo onkaba yakhe iseNgcobo
inoba sendiyibukele kane ngoku kodwa eleke ndiyimamele ndichola into entsha.sibangazama uwuhlalutya lombongo nomyenam sisuke sixabane siphikisane kuba ingu lo uyiva ngolwakhe uhlobo, lo tata uyakwazi uthetha kwaye ulandelaniso lwamagama lu outstanding banqabile abantu abasenalo uthando lolwimi lwethu nabakwaziyo ukulithetha.Enkosi
Wandenza ndanovuyo, ndanolangazelelo lwesi sifundo ndisiqulunqayo esimalunga nembongi yomthonyama, Halala! Halala!
Ndibetha ndibuyela! Umntu xa ethunyiwe uyacaca. Ndiyabulela ngosabela ubizo ngoba uphilisa thina ngoku. Tshotsho ubekho! Huntshu.
How l wish bendithetha isiXhosa isintsokothileyo nesuchubekeliyo 👏👏👏
Wow thank you for sharing! And especially thank you for transcribing so that non-speakers of isiXhosa can understand :)
Wow Owakuthi❤️🇿🇦👌🏽💯
Ndimvile la Ngqhashi!
Yhoooo utsho kuvakale apha kum ngaphathi, kuthi gwatyu inyembezi libhongo lombtu endinye. Ndizibuze ukuba ngaba abantwana bethu siyabanika na elicham nolwazi olunzulu lwesintu?
Ndimva ndedwa losisi uthi "yhuu undenza manzi"😂😂😂😂
“Yhuuu! Undenza manzi” 🤣🤣🤣🤣
More more
Imboki yakwaXaba madoda, umntwakaPhoswayo Engcobo
Mxhosa uzifihle phi na velani
Nyuuuuuka
🔥🔥🔥
🔥🔥🔥🔥
ingqonyela
Amanxila... disliking this video
Oh!Qamata
Ngubani kanene igama lalotata? Kuba utsho kamnandi nyhani.
Thukela Poswayo
Yhooo! ❤🇿🇦
Watsho kwavokotheka
senditshilo