Bantu Congregational Church Of Zion In RSA Under Bishop JJR Makasi

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 18 вер 2024

КОМЕНТАРІ • 11

  • @maureenmpalalampalala2077
    @maureenmpalalampalala2077 Рік тому

    Yhooo nkosiyami kwehlengezela November ukubona ingwevu icula kanje ❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤

  • @khanyakhanya3949
    @khanyakhanya3949 5 років тому +2

    Uyingcwele wenaaaaaa .Zixolelwa ziphiliswaaa. Owh Tata kwasika ngaphakathi. Wenyukaaaa Zion.....

  • @luyandangeva2330
    @luyandangeva2330 Рік тому +1

    Ndingalungapha

  • @NanEM008
    @NanEM008 6 років тому +3

    my favorite song kuzo zonke, andiphili ingaculwanga enkonzweni.

  • @thandekakheyizana3724
    @thandekakheyizana3724 3 роки тому

    Abaphathwa ngamaphika abazali bam ngama zion nyani ke la

  • @vukilemhlaba6035
    @vukilemhlaba6035 3 роки тому

    Wayesthi ubawo uVumbelela xa embonga lufafa olude.Irhamba elinendevu lakwaThikrakra elabonwa nga bafazi bakwaNombanga bephangela balikhwaza.

  • @poshtosholo5411
    @poshtosholo5411 6 років тому +3

    Wenyuk uZion aaah thanda ndlela benza ngayo abatata wow

    • @nosiphiwoanicia
      @nosiphiwoanicia 4 роки тому +1

      💖😍💖😍My childhood as a 7year old eSada😍💖😍💖 #Singe ntabeni mZion.

  • @lindilemagwaxaza9180
    @lindilemagwaxaza9180 5 років тому +1

    Lala ngoxolo Tata bendicinga ukuba ndakuphumelela ukubona xa ubekwa kwelokuphumla ngelishwa andikwaz.

  • @luyandangeva2330
    @luyandangeva2330 2 роки тому

    Good excecise in deed

  • @tee-kaymaphala969
    @tee-kaymaphala969 2 роки тому

    Where can I find a branch in Soweto?