Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
I came here for umamela iKumkani but baqhawule iVideo engekagqibi 😂😂
Ikumnani came through yet again 😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂
😂😂😂😂😂 Ah! Zwelibanzi
Mandikhahlele. Ah! Zwelibanzi!!!
"Awu Bhele... iigusha az'nawu zala ungekho... "
You decided it to show speech sika Kumkani
OoAbraham noYakobi ngobani ke apa kwantu
Eish madoda kodwa kuyoze kuthi kudibene abantu bemveli kuse kuyothandaza uMfundisi hay nonsence lena yerr baphi Abaprofethi bakwantu??????????
Kodwa utata uZwelibanzi ngumntu obefanele kubapha kubantu be commedy nyani
Ayimnandanga ke xa ubona abantu bebala belaqaza kube bengeva ukuba kuthiwani kuthethwa isintu. Masilungiselelane Dududu klk maan.
isiXhosa yi official language. So ufuna yonke into yenziwe nge English?
Akhokwantu abayifunayo paya hambe bezifaka
Bafunaninà belungu kuba ubukhosi abangeni ndawo Kubo sow bano funda sixhosa nabo kutheni kumele silungi selele bona