Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Hallelujah 😭😭😭kubo bonke othixo akekho onje ngawe, Ah uYehova nguMalusi wam...oh bantwana baka Baba no Mama
Jesus dis song bless me hayi uyaphila mprofethi
Tata your sermon blesses me because you preach the Word of God which helps us to see Jesus
oh tata ndisawakhumbula amazwi owakhe wawathetha nge80s endaweni yaseGoso emgidini kwatat'uMbanjwa u sithi, " UYINGOZ'UMPOSTOL'OMDALA"Wawatsho la mazwi kudala kodwa namhlanje ayazaliseka".Yibambe tata.Amen
Awu umajika iphuqe ayenze umntu
woooow wooowwooooow ndimazi enje ke umkhulu
May your soul continue res in peace Tatam womoya...Akululanga kodwa sohlala sihlafuna kumazwi akho Gcwanini
Kea leboga baba...i feel blessed
woooow uyapila baba liyandichukumisa ilizwi lako baba
Wow gcwanini inkulu into oyiphathiswe ngu thixo
Ohwu uyamphucula umntu noba sele encanyiwe
UYehova ngumalusi wam😭😭😭
Ahw!! Baba, ahw!! Baba. Usapila Baba nanamhla.
baba andazi kuba ndiyaphila kwababa Masango but andifik
amen Baba ndiyavuseleleka xandiyimamele lenkonzo
woooow siyabonga Baba
jessssssssu am blessedai ai
i love this song
Amen
Awuu babu mfundisi washumayela kamnandi
I love this church
siyabonga thinasithola ukuphila masibona Ku you tyre
Eish this song
The translator...
ameni Ku you ture
wow ngamthanda lo baba ..ngybaba bani?
Babu Phanduva
am blessed usaphila ubaba indeed

jessssssssu am blessed
ai ai