AMAWELE OOFAKU - UMGODUSO KA NOMILOZI 4

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 20 сер 2024
  • IINKONJANE ZOOFAKU AMAWELE OOFAKU

КОМЕНТАРІ • 11

  • @intlenyabaza-molise
    @intlenyabaza-molise 2 роки тому +10

    Oooh Amadelakufa, Amawele oofaku!!👏❤. Ubutshilo wena mama ukuba uzokwazi ukufeza umthwalo oshiywe nawo. Isbani kwesiphehlo samampondo shines brighter than ever Kuba ligadwe mbombo zone zehlabathi lidelakufa elinamandla 🕯👏 Usamile mama, yile nto ndiyithandayo ngawe, udlula emeveni kodwa akho nto ekohlulayo, uzu hlale njalo ungajiki mhlekaz omhle. Uyi role model ne inspiration yam ebugqirheni💕❣. Camagu mama🤍❤

  • @mavisvimbi1723
    @mavisvimbi1723 Рік тому

    Camagu Mzali

  • @amaqirha4948
    @amaqirha4948 2 роки тому +2

    Camagu Mpondo ungethi mandla Faku likunjongile iwele lakho lizokuncedisa kubo Zwakazi yamaMpondo

  • @khuselwagxolo9400
    @khuselwagxolo9400 2 роки тому +2

    I love what I see after everything you've been through 🤩😍

  • @pumezamatebeni9404
    @pumezamatebeni9404 Рік тому

    Ooh mhlekazi wam xa ubeka across ngalamatshoba mhlekazi uwajongise emnyango siykhuphuka isinyanya camagu

  • @athigenu5421
    @athigenu5421 2 роки тому

    Umntu obetha igubu yjoo

  • @monicanokoma8773
    @monicanokoma8773 2 роки тому

    Last comment ete iyaa utunyiwe yandililisa bakuti

  • @sbongamandlayeli8766
    @sbongamandlayeli8766 2 роки тому

    Sihlwele esihle sasemaPondweni , ndiyambulel uThixo ngani ...noxa you've been through a lot kodwa usaybambile phofu ke ubuyshilo wathi lomthwalo. uMama uNokhwezi akushiye nawo uzawkwaz ukuwufeza tshuuuu ntombendala ungatyhafu ndikuthembile Ngqungqushe iyaaaah uthunyiwe