MR VEE SHOLO | USANA
Вставка
- Опубліковано 4 жов 2024
- This is a song of celebration, that is usually sang in Xhosa Traditional homecoming.
LYRICS
ALUKH’USANA OLUNGENANINA
(There’s no baby that doesn’t have a mother)
YAS’KE YAZUL’INKEDAM’INGENA NINA
(Here’s an orphan roaming around without a mother)
_
RECORDED AT VEECTORY MUSIC PRODUCTION ON THE 12 DEC 2023
PRODUCED BY VUYISANI SHOLO
Happy to be the 1st one to view this one😭😭🤞🏼 wenza kakhulu bhut Ntlane🙏🏽🌍
Thank you so much
such healing music, God bless you bhuti maaan
🙌
God is great.❤️✝️🫶🏾🙏🏽🙏🏽🙌
LOVE IT KE SANAAAAAAAAAAAA 😍😍😍😍😍😍😍😍😍😍
I think you are one talented musician and people are yet to discover that. I listen to all your songs, hay ndiyavuma ukude Bhuti 👌🏽🙏🏾👌🏽
Shuuuu sasivumelene phofu ukuba uzakube usemgidini wonyanam in 8yrs from now (was 9yrs ngoko)
Slowly counting down, uThixo andigcinele wena
Ay uyiphiwe lento Bhuti❤️🔥, everytime you release umculo it feels like buwenzela mna😅. Imandi into yakho Bhuti omdala
Thank you so much 🙏🏽
Uyasiphinda kwedini kaBawo. Khame phakishe ndiye ePhondweni 🎉. Good rendition bhuti. 👌👌
Vee uyandililisa,undenza ndingalahlithemba ungekaphefomi emncimbini wam❤❤❤❤❤❤
Mnxm yazi wena usuke umntu umenze umntu ngase azibone esemakhaya
Makugodukwe please😅
💃💃🔥🔥🔥
❤❤❤❤
Yooo utsho kabuhlungu
Izibazana ndim kulo nyaka ndifuna i USB yhuu
I love your music It reminds me of home.❤️🫶🏾