Розмір відео: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Показувати елементи керування програвачем
Автоматичне відтворення
Автоповтор
Just love what you are doing guys, niphakamisa igama lethu as amampondo
Ankos mpondo
Iculwa ngubani lengoma idlalwapha please help about this song🙏🙏🙏🙏
❤niyayishaya lento yenu mafwethu shovaa😉💖
Enkosi maMpondo akuthi ngokusimela ezizweni... Qhubekani kanjalo nje. Ndiyazingca ngani
Niyayendza intoyenu mankwedn Hai umonna ohantsi
Enkosi bafowethu ukuthengisa isimpondo sethu esizweni nathi siyazigqaja ngani ... phambili nto zakuthi
Dankoh mkhuluwa
Ndiyanithanda niyeva niyayenzalenta ndiyazifelangani
Tshove, Tshove.. tshuuu
Omnye emva komnye
Ngubani locula lengoma yokuqala hai uyatsho
Cela uzophiwa...kuba ngeke uzazi ezi
Ndiyayicela
siyacela @thuluzobonatraditionalgrou7860
Ayiayi nishitshe kakhulu ke manje yooo ♥️♥️♥️♥️♥️♥️
Ohh yhini na cebisile ukusithuka kanje siphangele uthi siyatshitsha yhoo its our culture bra