Hymn 314♡ Yilwani imfazawe! Idabi lokholo. Xhobani zonk' izixhobo Zomkhosi kaThixo! ⚛♥♥ ⁰¹/⁰⁴/²⁰¹⁰

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 14 лис 2020
  • Yilwani imfazawe!
    1.Idabi lokholo.
    Xhobani zonk' izixhobo
    Zomkhosi kaThixo!
    2.Binqan' inyaniso,
    Thiyan' ubuxoki ;
    Nobumene-mene bonke,
    Mabuchaswe nini.
    3.Nxibani niphela
    Ingcina-sifuba,
    Esinqhin' ubulungisa,
    Kubo bonk' abantu.
    4.Xhobani ukholo,
    Ma lube likhaka.
    Lokuvika zonk' iintolo,
    Zokhohlakeleyo.
    5.Thwalani umnqwazi
    Walo uSindiso ;
    Niphath' ikrele lo Moya
    IZwi lika Thixo.
    6.Naazo izixhobo,
    Makroti akwaThixo ;
    Thandazani ningaphezi,
    Hlalani kuMoya.
    7.Lowo woyisayo,
    Ndomhlalisa nami,
    Njengoko naM ndooyisayo,
    Ndahlala noBawo.
    Amen.

КОМЕНТАРІ • 3

  • @axolendzimane139
    @axolendzimane139 3 роки тому +2

    Funeka sixhobeni nyani.

  • @nwabisamasiza190
    @nwabisamasiza190 2 роки тому

    "Naazo izixhobo, makrot'akwaThixo, thandazani ningaphezi, hlalani kumoya" tsiii

  • @lulamelamdzula1715
    @lulamelamdzula1715 2 роки тому

    Cawa ye pillar yam u MHAKHULU wam♥️♥️ I mean my mother