Sele linqakulwe elinye lamabanjwa ebeqhweshile eMakhanda

Поділитися
Вставка
  • Опубліковано 15 вер 2024
  • Isebe lezoluleko lithi amabanjwa asixhenxe aqhawule kwiziko loluleko eMakhanda eMpuma Koloni kubonakala ukuba asike iintsimbi zefestile kwisisele. Kodwa elinye kula mabanjwa uSimba Masinga, noyinzalelwane yase-Zimbabwe uphinde wanqakulwa eBloemfontein. isithandathu salamabanjwa ziinzalelwana zaseZimbabwe kwaye besibanjelwe ukudoncula iimpondo zemikhombe,logama omnye engummi weli obebanjelwe ukugebenga,ukuzama ukugebenga, ukuqweqwedisa kwanokuphanga. Isebe lithi lizakuphanda ukuba ingaba lamabanjwa akhange ancediswe ekuqhawuleni kusinina.
    Ukufumana ezinye iindaba, ndwendwela i-sabcnews.com, #SABCNews #SABCIindaba kumajelo onxibelelwano.

КОМЕНТАРІ • 1