Ndicela ukubeka Kanye kulendawo yobuMbo. Usihele lo okunguyena obalula oMbulali, Malandela noNjanya. Xa ebeka ngoMbulali awuqini umnqwazi kuye ngalendawo yokuba nguyise wabaTembu. Uthi uthatha iversion ka B Warner , futhi uzakusebenzisa Yona ngoba Ifans neyakhe , ibalula uMbulali, Njanya noMalandela. Kodwa abe yena uNkahla ethi abaTembu badalwe nguThixo. Nna ke ndithatha le ka Nkahla. Ngoba abaTembu bayinzalo ka Luhanga owayenguThixo wasezulwini. Ngulo amaBari Kuku oku sesinye seziwe ezehla zivela Egypt engasezantsi manje sizinze e South Sudan athi Xa embiza athi ngu Ngun. Athi ke xa ethetha ngonyana kaNgu lowo athi NguTu abaTembu ke behla behamba naye Lo Ngun kodwa wabashiya endleleni wabuyela eZulwini. He kept contact with them through the spirits of the dead, Rainmakers and Shamans. By 1350 the Tembu had already been around Central African Great Lakes region. Their last king was Isaza and their kingdom collapsed in 1000 AD in that region. They migrai down South led by Zwide whose Tembu lineage is traced from this long list of Tembu rulers , Who were referred to as AbaTembuzi meaning Tembu rulers by the locals.
Ndabezitha !NginguMthembu waseMsinga🙌
Beautiful, this is profound. AbaThembu base Mbo/ bakaMbo.
Shabbat Shalom Ndabezitha siyabonga ngomlando ocacisiwe kahle , into engiyithandayo ekuthi sonke saMambo.
NdingumMaya ndicela uhambe ngelicala likaMaya ndiyace kakhulu
Enkosi bhuti ngokubalisa imbali yethu yesiXhosa
Mna ndingu ndaba obhadela ononunu ingaba iyasidibananisa nabathembu
We will wait for Part 2 & 3
Where can I get contacts of this person talking here
Ndicela uthethe ngam. Ndingu Maduna, uNokhala. Kuthiwa singabesuthu. Ndooluka isisuthu ingqina. Ndicela umlando wam mhlekazi
Siyabulela mhlekaz'omhle qhuba ke nazo zonke izindlu zamaXhosa . Sikwethulel'umnqwazi
AbaThembu akuyondlu yakwaXhosa, bazimele
Ndabezitha 🙏
Inene amanyange akugcine kwaye ukhuseleke Bawo
uyeza u part 2 no 3
KHAWULEZA MNTWANENKOSI!!
HUNTSHU!!!!!
MNTWANENKOSI, MNTWANOMHLE,
WOWWWWWWW!
NDINQWENELA UKUVA KAKHULU NGONOMBO WAMAWQATHI.
NOKWAZI UKUBA KUNGENZIWA NTONI TO RESTORE THE THEMBU, QWATHI, MPONDO, MPONDOMISE, XESIBE AND BOMVANE NATIONALITIES/KINGDOMS.
Mahle tata kakhulu lembali kodwa mnha tata njengomntu ofundayo okanye ngendlela endifuna funda ngayo ndiye ndithi mnha Abathembu namaMpondomise nabanye obakhakanyileyo abaphumi KwaZulu ngoba kwaZulu lowo akakazalwa njengikuba usitsho yayintoni igama lalamhlaba, enye into awudakankcanga ngusungulwa koHlanga iyintoni mahluko phakathi kahlanga neSizwe (pha ko 1300 uTshawe wenzani). Mnha andiyiva lento kuthiwe abantu bayintetha yesiXhosa umntu uba ngumntu othile ngobuntoni ntetha onkanye ngamasiko nomhlaba.
Camagu
Ngxatsho MntwaneNkosi....lo Zwide ekuthiyiselwe ngaye isithili esise Bhayi( Port Elizabeth) ngowuphi loZwide?
Ngisacela amaContact alobaba okhuluma la noma omaziyo akaphuthume angixhume bazalwane please....
Ndicela ukubeka Kanye kulendawo yobuMbo.
Usihele lo okunguyena obalula oMbulali, Malandela noNjanya.
Xa ebeka ngoMbulali awuqini umnqwazi kuye ngalendawo yokuba nguyise wabaTembu.
Uthi uthatha iversion ka B Warner , futhi uzakusebenzisa Yona ngoba Ifans neyakhe , ibalula uMbulali, Njanya noMalandela.
Kodwa abe yena uNkahla ethi abaTembu badalwe nguThixo.
Nna ke ndithatha le ka Nkahla.
Ngoba abaTembu bayinzalo ka Luhanga owayenguThixo wasezulwini.
Ngulo amaBari Kuku oku sesinye seziwe ezehla zivela Egypt engasezantsi manje sizinze e South Sudan
athi Xa embiza athi ngu Ngun.
Athi ke xa ethetha ngonyana kaNgu lowo athi NguTu
abaTembu ke behla behamba naye Lo Ngun kodwa wabashiya endleleni wabuyela eZulwini.
He kept contact with them through the spirits of the dead, Rainmakers and Shamans.
By 1350 the Tembu had already been around Central African Great Lakes region.
Their last king was Isaza and their kingdom collapsed in 1000 AD in that region.
They migrai down South led by Zwide whose Tembu lineage is traced from this long list of Tembu rulers , Who were referred to as AbaTembuzi meaning Tembu rulers by the locals.
camagu
Sizakusa eyiphi kwasibonda ngoba amaqhakancu avule isikolo bayebabona abexhosa bechaza intskapi yabo ebengale uba bashukume becinga usazukhumbula apho Asuka khona ngakumbi AbaThembu kwa ulwimi balilahla kodwa e north emzantsi basayithetha elolwimi uze le video uzozazi apho usuka khona nendima edlalwe ngamabhulu ngamanguni besiba isizwe senu zininzi ezi video nesikolo sesikona ukulanda ibuyambo eyiyo hayi lamakhaphetshu athethwa zinkosi ezazi ngekho mandulo zabakho ngesizathu sokugcina amanyala wamabhulu ukuze ungazi kwanto ubengulo popayi unguye yindima yakho uzikhupha kobubudyubhululu nazi ke video yihla amahlongwane ukhumbula ntaba kandoda yinkosi yayili qhakancu maQoma ithuthu lakhe labekwa kunye naye kwintaba kandoda ndibanisa amatambo
ua-cam.com/video/D_YnMaFkJHQ/v-deo.html