Hymn 186 ♡ 𝗡𝗷𝗲 𝗻𝗴𝗼𝗸𝗼 𝗻𝗱𝗶𝗻𝗷𝗮𝗹𝗼, 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶 𝗡𝗱𝗶𝘁𝗵𝗲𝗺𝗯𝗲𝗹𝗲 𝗸𝘂𝗪𝗲 𝘄𝗲𝗱𝘄𝗮 ; 𝗡𝗴𝘂𝗪𝗲 𝗼𝗻𝗱𝗶𝗯𝗶𝘇𝗶𝗹𝗲𝘆𝗼, 𝗞𝘂𝗻𝗴𝗼𝗸𝗼 𝗡𝗱𝗶𝘇𝗮𝘆𝗼.
Вставка
- Опубліковано 15 вер 2024
- 1. Nje ngoko ndinjalo, nKosi
Ndithembele kuWe wedwa ;
NguWe ondibizileyo,
Kungoko Ndizayo.
2.Akukho limbi icebo
Lokuhlambulul' isoono
Nguw' ongandicokisayo
Kungoko Ndizayo.
3.Ndiphakathi kwamadabi
Andithanda-buzisayo
Andibangel' ukoyika,
Kungoko Ndizayo.
4.Ndilihlwempu, ndiyimfama,
Andiphili ngeenxa zonke;
NguW' onokundanelisa,
Kungoko Ndizayo.
5.Ndingonje, ke, wondamkela,
Uxolele, uvuyise,
Ngokwesakh' isithembiso
Kungoko Ndizayo.
6.Olo thando lwaKho, nKosi,
Lundincamisile kanye;
Ma ndibe ngowaKho, nKosi
Kungoko Ndizayo.
7.Ubunzulu bolu thando,
Ma ndibuve ndiselapha
Ze ndifezelw' eZulwini
Kungoko Ndizayo. Amen
This remains my favorite hymn of all time. It reminds me of my grandmother ❤
Intonga kaTata., the late Rev Mxenge ❤ MHSRIP
Hallelujah 🙌
Njengoko ndinjalo
Njengoko ndinjalo Nkosi
ndithembele kuwe wedwa
nguwe ondibizileyo
kungoko ndizayo.
Akukho limbi icebo
ndingaphumelela ngalo
nguw’ ongandincedisayo
kungoko ndizayo.
Ndiphakathi kwamadabi
andithandabuzisayo
andibangel’ ukoyika
kungoko ndizayo.
Ndilihlwempu ndiyimfama
andiphili ngenxa zonke
nguw’ onokundiphilisa
kungoko ndizayo.
Ndingonje ke wondamkela
uxolele, uvuyise
ngokwesakhw’ isithembiso
kungoko ndizayo.
Olo thando lwakho,Nkosi
lundincamisile kanye
mandibe ngowakho Nkosi
kungoko ndizayo.
Mandandise Nam uthando
ndiphelise zonk’ iinkcuku
phakathi kwezizwe zonke
kungoko ndizayo.