Sibabalwe Xuma
Sibabalwe Xuma
  • 27
  • 213 176
Durban Circuit 712: Easter Convention 2024 - Emnqamlezweni
Inkosi yehla ezulwini
Eyaba ngumntu ebantwini
Yeenzelwa thina boon’ idini
Emnqamlezweni
Ukholo lwethu loma phi na?
Ithemba lethu loma phi na?
Uthando lwethu loma phi na?
Emnqamlezweni
Ingozi ingaphela yonke
Ityala liya hlaw’lwa lonke
Izoono zoxolelwa zonke
Emnqamlezweni
Zibona iingelosi phantsi
Ziqwalasele futh’ ezantsi
Zibona isimanga naasi
Emnqamlezweni. Amen
Methodist Xhosa Hymn 64
Переглядів: 6 030

Відео

Durban Circuit 712 Easter Convention 2024 - Kant' uYes' uya ndibona (Led by Br. S Nyambose)
Переглядів 10 тис.8 місяців тому
3. Ndamnxanelwa ngako konke, Ndalila ndimfuna; Ndalahla izinto zonke, Ndada ndamfumana. 4. Kant' uYes' uya ndibona, Xa ndilila njalo; Wandibiza wathi "Yiza," Ndasabela njalo. 5. Ngoku ndiphumle kuYesu, Ngokofefe lwaKhe; Ndinethemba elikhulu, Ngay' inceba yaKhe. Amen Methodist Xhosa Hymn 90
Durban Circuit 712 Easter Convention 2024 - Uyeza! Uyeza!
Переглядів 10 тис.8 місяців тому
Uyeza! uyeza! umGwebi omkhulu, Abantu bobona inKosi yezulu; babeya kuvuswa kwa semanchwabeni, babonakaliswe kwa sekukhanyeni. Izinto esizibonayo zotShiswa, amawa neentaba zonyibilikiswa, Ilanga locinywa, inyanga yophela, Abooni abakuba nakuzimela. UmGwebi wofika nomkhosi omkhulu, Umkhosi wezaKh’ izithunywa zezulu; Amehlo omGwebi omkhulu obona Izinto zasese, izinto zokoona. Abooni boba nelikhulu...
Durban Circuit 712 - Nzulu Yemfihlakalo (Led by Br. S Nyambose)
Переглядів 9 тис.8 місяців тому
Wabon’ uluntu lonke Luwe esonweni; Imiphefumlo yonke Ihlel’ elishweni; Wasikwa yimfesane, Engumangaliso; Wathabathela kuYe, Lonk’ ihlazo labo. Kwaba ngummangaliso Ukuzalwa kwaKhe; Waphila, wafundisa, Ngokuncamisayo. Wabangummangaliso Umnqamlezo waKhe; Wafa, wooyis’ ukufa, Saba sisimanga. Hayi! obobunzulu Bolu thando lwaKhe; Naloomsebenzi waKhe Ongenakuqondwa. Abakholwayo namhla Abanakugwetywa M...
Durban Circuit 712 Easter Convention 2024 - Akwaba sendivuma
Переглядів 11 тис.8 місяців тому
1. Akwaba se ndivuma, Nangentliziyo yami, Ukwahlukana nayo, Inkohlakalo yami; Ndisuke ndiye kuYe, OngumSindisi wami. 2. Akwaba ndinokuva Usizi emoyeni, Olona lusingisa Kwa seluguqukweni, Luhamba ngalo ndlela Iphela emgcobeni. 3. Akwaba ndinokholo Luqhub' umxhelo wami. Ndibambelele kuYe, Ofel' ityala lami, Ndihlale ndithembela Kuloo mHlaw'leli wami. 4. Akwaba ndinamandla, Avela enKosini, Ndikwal...
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2024 - Masibulele ku Yesu (Led by Bro Ayanda)
Переглядів 4,4 тис.9 місяців тому
Ma sibulele kuYesu, Ngokuba wasifela. Wasenzela izibele ngokusifela kwaKhe. Shwele! Baba, yiba nomusa kithi. Abantsundu, nabamhlophe, Ma babulele kunye; Ma bavakadise bonke, Baculele iNkosi. Shwele! Baba, yiba nomusa kithi. Methodist Xhosa Hymn 41
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2024 - Vukani Maxilongo (Led by Bro Ayanda)
Переглядів 2,6 тис.9 місяців тому
Vukani maxilongo Memeza wena zulu Mabandla naz’iimbongi Bongan’ uSobukhulu Esel’ engen’ etempileni Wahlal’ ehlel’ eteroneni. Amen Methodist Xhosa Hymn 78
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2024 - Nzulu Yemfihlakalo (Led by Bro. Sanele)
Переглядів 3,6 тис.9 місяців тому
Nzulu yemfihlakalo! Nzulu yesimanga! Ezalise umhlaba, Nesibaka-baka. Le nzulu yesimanga, NgokaThix’ uNyana; Oweza ebantwini, ngokubasindisa. Hayi! obobunzulu Bolu thando lwaKho; Naloomsebenzi waKho Ongenakuqondwa. Abakholwayo namhla Abanakugwetjwa; Ma udunyiswenKosi, Kus’ ephakadeni. Amen. Methodist Xhosa Hymn 81
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2024 - UYESU lithemba lami (Led by Sr. Zethu)
Переглядів 2,8 тис.9 місяців тому
1. UYESU lithemba lami, Ndotsho ndinyanise; Ndiya kholwa kuYe nami, Ndotsho ndizingise. 2. Ndifumen' ubuntu ngaYe, Ndizuze ubomi; Ongumthombo wabo nguYe, Umthandi wabooni. 3. Ndamnxanelwa ngako konke, Ndalila ndimfuna; Ndalahla izinto zonke, Ndada ndamfumana. 4. Kant' uYes' uya ndibona, Xa ndilila njalo; Wandibiza wathi "Yiza," Ndasabela njalo. 5. Ngoku ndiphumle kuYesu, Ngokofefe lwaKhe; Ndine...
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2024 - Soloko Intliziyo Yam (Led by: Bro Ayanda)
Переглядів 4,1 тис.9 місяців тому
1. Soloko intliziyo yam ibanjiwe ezonweni; Soloko umphefumlo wam Uhleli emnyameni. Kanti ke namhla, nKosi yam, Usele undisindisa; Kuhle ukhanyo phezu kwam, lwase lundikhanyisa. 3. Likhulu ithamsanqa lam, Endilizuza kuwe. Kukhulu ukuvuya kwam, Endikuphiwa nguwe. Namhlanje iminqweno yam ibeka ezulwini; Namhlanje umphefumlo wam Usinga ebomini. Amen Methodist Xhosa Hymn 225
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - iZulu ikhaya lam
Переглядів 16 тис.Рік тому
Nantiya silibona ngamehlo enhliziyo Izulu ikhaya lami kulapho sophumula khona Noma siyahlushwa nomasdelelwa, kodwa liyeza ilanga lethu
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Nkosi Thixo Ufihliwe (Led by Sr. B. Myeza)
Переглядів 2,3 тис.Рік тому
Intliziyo yamangala, Yanekratshi elikhulu; Oko wandibiza ndaala, Ndandizenza isithulu. 4. Ma ungandilahli mina, Noko ndenje njalo kuwe; Ndothini na? ndoya phi na? Xa ndilahliweyo nguwe. 5. Taru Nkosi ndikonile, Bendizenza isithulu; Umphefumlo wam uwile; Taru ngobubele bakho. Amen
Natal Coastal District 700 - Side Sibuye Sihlangane (led by Bro. S. Ntshangase & Bro. Thabang)
Переглядів 7 тис.Рік тому
1 Side sibuye sihlangane, Wang'uThixo angaanawe, Akuxhas' akukhokhele; Wanga uThixo angaanawe. 2 Side sibuye sihlangane, Eenyaweni zikaYesu; Side sibuye sihlangane, Wanga uThixo angaanawe. 3 Side sibuye sihlagane , Wang' uThixo angaanawe. Akudlise, akuseze; Wanga uThixo angaanawe. 4 Side sibuye sihlangane, Eenyaweni zikaYesu; Side sibuye sihlangane, Wanga uThixo angaanawe. 5 Side sibuye sihlang...
Natal Coastal District 700 - Namhla Nkosi ngiyamangala (led by Bro. S. Mapholoba)
Переглядів 7 тис.Рік тому
Sangena lapho kuthiwa Ongene khon’ akaphumi Saphuma lapho kuthiwa Akuphunywa akuphunywa Namhla Nkosi ngiyamangala Umangibheka emuva Kube wena wawungenami Ngabe ngafel’ endleleni
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Bulelani kuYehova (Led by Sr. B. Myeza)
Переглядів 3,4 тис.Рік тому
Bulelani kuYehova, Kuba elungile; Kuba ububele baKhe Bubobaphakade. M' atsho amaSirayeli, Iindlu zawo zonke, Athi, ububele bakhe Bubobaphakade. Ndamemeza kuYehova, Ndandisengxingw­eni; Wandinceda wandibeka Endawen' ebanzi. Ingecala lam inKosi, Andisokoyika; Ingasuka ithi ni na Le nto umntu kumi? Ingecala lam inKosi, Iya kundinceda; Indincede ngokumnandi Kwabandithiyayo­. Ukuthemba uYehova, Noku...
Natal West District 800: Wesley Guild - Baba ulilanga lethu (led by Rev. A Masiza)
Переглядів 9 тис.Рік тому
Natal West District 800: Wesley Guild - Baba ulilanga lethu (led by Rev. A Masiza)
Natal Coastal District 700 - Angaze Ngalibona (led by Br. Ayanda, Sr. Zethu & Sr. Hlengiwe)
Переглядів 60 тис.Рік тому
Natal Coastal District 700 - Angaze Ngalibona (led by Br. Ayanda, Sr. Zethu & Sr. Hlengiwe)
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Thixo akunangqaleko (led by Br. S Nyambose)
Переглядів 5 тис.Рік тому
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Thixo akunangqaleko (led by Br. S Nyambose)
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Sobeka phi na, Thixo (Led by Rev. L. Seti)
Переглядів 6 тис.Рік тому
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Sobeka phi na, Thixo (Led by Rev. L. Seti)
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Lowo Onqobayo (Led by Bishop Rev. L Mandindi)
Переглядів 4,5 тис.Рік тому
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Lowo Onqobayo (Led by Bishop Rev. L Mandindi)
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - We Bangcwele (led by Rev. Luvuyo Sifo)
Переглядів 2,8 тис.Рік тому
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - We Bangcwele (led by Rev. Luvuyo Sifo)
SMMS - Father we adore You. (led by Bro B Majija)
Переглядів 1,4 тис.Рік тому
SMMS - Father we adore You. (led by Bro B Majija)
Durban Circuit 712 - Bawo! Ndixolele
Переглядів 10 тис.Рік тому
Durban Circuit 712 - Bawo! Ndixolele
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Nje ngebhadi libadula
Переглядів 7 тис.Рік тому
Natal Coastal District 700: Wesley Guild - Nje ngebhadi libadula
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2023 - eGetsemane (Br. Ayanda & Sr. Zethu)
Переглядів 1,6 тис.Рік тому
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2023 - eGetsemane (Br. Ayanda & Sr. Zethu)
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2023 Nkosi Thixo Ufihliwe
Переглядів 2 тис.Рік тому
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2023 Nkosi Thixo Ufihliwe
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2023 - Lukhangela kuWe Mvana yeKalvari
Переглядів 3,8 тис.Рік тому
Clerpine Circuit 708: Easter Convention 2023 - Lukhangela kuWe Mvana yeKalvari