- 51
- 359 410
Mount Ayliff
Приєднався 19 січ 2017
Please hit like and subcribe our videos thank you
Zimnaaaaaaandilezondaba
Zimnaaaaaaandilezondaba
Відео
Zathintana interviewing abantu in a taxi at kokstad
Переглядів 2336 років тому
Zathintana interviewing abantu in a taxi at kokstad
❤❤❤❤
Wow yamnandi ingoma. Yaye ingoma yingoma. Bantubonke from STERKSPRUIT, PROUDLY HLUBI ❤❤❤
Kuphakelwe umntu omnye phakathi kwesihlwele? Izinto zangoku , utya umile ucula
Amazawa vs amahlubi ungalifaki igama likabhaca kulento yomeluko mfowethu
Ave ihlupha legenge ehlala egoli Imosha Ama video
Ayini mazawa nayiloza kanje😢
Nabuphiwa ubudoda , kwalo u recorder kulendawo
Uyiva ngaphakathi Sakza ntwana, nice one bhuda
Enkanji 🔥😂 kuloMphathi uSive 😂❤🔥
Kwa Gogela 2017 ndandingomnye waba bachophileyo
Rhadu?
Nayibiza mazawa ngakhumbula ePhepheni ngabo 2000 seba shona edadi thawuza nabo Nami sengahlala kude yibambeni bafethu
ePhepheni, eMfundisweni?
Uydlisile lomfana
niyawa nina merhu leliphi eli lika Rhetshe bila
Kwawena marn
Kwawena lo kqala
ngezaphi ezilali
No mile mahlubi natsho kubuhlungu kanje
No mile mahlubi natsho kubuhlungu kanje
nice song lyrics please
Kodwa bantu yiniyini
Niyayidlisa kodwa ngoku
Kunxitywe iishorty enye indoda uba iyiyo itya imile Kwenzekan kanti apha emahlubini na
Eli lokujoja nePlate Mazawa.
Ndingu Mxhosa kodwa mado noko niyayikhwazela
Lomfana weskipa esilyhlaza uwenza ube mandi lo mgubho👌
Phela covid 19 salamba madoda singamangelengele ziyakhumbuleka imini ezinje 🥂🔥🔥🔥
Wooow Mahlubi amahle I can't wait. Nyanam bena 18yrs zobasisi lilagazi nam.....noxa sezodibanisa 2yrs nge28September
I had been having problems maintaining relationships long term. For reasons not known to me at the time every relationship l had kept failing.Men just left me with no valid reason. When my last one failed l felt l had to seek help. How could l keep letting this happen? I had read stories about Aunt Sinza +27784532030 so i also had saved her number i quickly did a consultation for me and found out there were problems with me, l had somehow had a spell cast on me that prevented me from having lasting relationships,and completely from being successful and happy for my lifetime. With her help and dedication we got rid of the evil spiritis that were ruining my life. she cast me several spells and performed prayers for me too. Although it took me alittle days to see the results and my life started to change. iam now a married Woman to the most wonderful man. i really cant explain my happiness and i cant thank AUNT Sinza enough than do this testimony about her? Just incase you got any kind of hardship in your life or any problems to resolve contact call or whatsapp AUNT SINZA +27784532030
Ayingojojo womgubho naloSolom?
Corona virus happened😭😭😭
Mangelengele
Yitshooooo ngelengele , ndim ke lowo madoda Mount Frere dolophu
nazoke nkabi yam
Mxm ngamakhwenkwe ezinto azikwazi noqula
Ithini lengoma. Andibava kakuhle qha ivakala kamnandi
Yehova sicela intsikelrlo , igama lam balibiza ngentsangu
@@mountayliff9253 Great. Enkosi wakuthi. Itsho kamnandi ezweni.
Iluqilima ingoma...haaaysuka madoda
Ubani lona oveza amakrwala enganxibanga yekan ukuyigodusa bafan
Oomama nabantwana bafunani esibaye???
Kunxitywe no shorty, kwenziwan apha?
natsho kamnandi mangelengele but lomfana weplate uyasihlaza
Wenzani lomfan we plate ngoku
ayarhwarhwa😀😀
My brothers 😙
Ingathi induku yayitsha ke la
Hay niyatsho bafe2 andinamona kodwa kodwa ke mna ndiphuma kwesikaXhosa
Joja umlomo ugcwel ukudla lol
ai abakwazi kubina banxibe kakhulu futh
Shwi Nomtekhala ngoba ziyashaya nazi insizwa bafwethu ngeke umona phansi
There should be more of these videos on UA-cam for when we’re missing home man!! 🙌🏾
i know im asking randomly but does someone know of a tool to get back into an instagram account? I somehow lost my password. I would love any tips you can offer me.
@Lennox Baylor instablaster =)
@Bryant Bentlee I really appreciate your reply. I got to the site on google and im in the hacking process now. Seems to take a while so I will reply here later with my results.
Noooo ndingumxhosaa xhoo but kwabhaca yabizwa ingoma jealous phantsi
Ngubani lona ebeBina incanca apha
What the Fuck
bayazama shame kodwa mahlubi amakrwala awahonjiswa ngoluhlobo exhalation shoo