- 39
- 344 470
Thangane Mbombo
Приєднався 18 січ 2022
11 November 2023
kubuhlungu ukugula ke kwabanye yintlekisa kodwa phosa konke kwaba lele ukufa isigulo awuzonyuli tu uyakhethwa kwaye ukhonjwa ungekazalwa tu xa ungumntwana wentsimbi ayikhathalele bunganka Nani bakho
Переглядів: 1 314
Відео
ariyeli apostolic African church in zion of SA founder arch bhishop Mc stoni ipasika masikuve nkosi
Переглядів 1,2 тис.Рік тому
kucofimvaba libandla lase ariyeli nalapho belibambe nkonzo ye pasika ka 2023 emabambeni bekumnandi kakhulu ma ariyeli nisishiye sisonwabile ngathi ningaphinda nibuye kwakhona sibe sonke ow nawe nkosi masikuve nawe masikuve eyi nkosi nathi sawuze ke sizokufika apho ekapa ngelinye ilanga sinibone sibe Nani ngapho en kosi enkosi ubawo anisikelele
ariyeli amazion
Переглядів 956Рік тому
inkonzo yepasika ku cofimvaba eqhitsi kwilali yase qwebeqwebe emabambeni
umshumayeli nelizwi ariyeli zion founder arch bishop Mc stoni
Переглядів 1,1 тис.Рік тому
umshumayeli nelizwi ariyeli zion founder arch bishop Mc stoni
ariyeli apostolic African church in zion founder arch bishop Mc stoni
Переглядів 1,2 тис.Рік тому
site B QQ section ekhayelitsha
ariyeli apostolic African church in zion under founde arch bishop Mc stoni
Переглядів 828Рік тому
ariyeli apostolic African church in zion under founde arch bishop Mc stoni
ariyeli apostolic African church in zion
Переглядів 1,9 тис.Рік тому
founder arch bishop Mc stoni khayelitsha
bavumele hlulani inkomo
Переглядів 2,5 тис.Рік тому
kucofimvaba eqhitsi kwilali yase qwebe qwebe emabambeni nalapho ubavumele ebeqhuba intlombe yokuguqula izihlwele camagu
lawulani amathongo by bavumele hlulani
Переглядів 3 тис.Рік тому
lawulani amathongo by bavumele hlulani
nganivuke nilawule amathongo by bavumele hlulani
Переглядів 4,3 тис.Рік тому
nganivuke nilawule amathongo by bavumele hlulani
iyaduma imoto by ariyeli apostolic African church in zion
Переглядів 1,3 тис.2 роки тому
iyaduma imoto by ariyeli apostolic African church in zion
ariyeli apostolic church in zion hlalani emoyeni
Переглядів 8162 роки тому
ariyeli apostolic church in zion hlalani emoyeni
ewe uyavuma umoya wam. by bavumele hlulani
Переглядів 14 тис.2 роки тому
ewe uyavuma umoya wam. by bavumele hlulani
ngamanye amaxesha wena urongo by bavumele hlulani
Переглядів 48 тис.2 роки тому
ngamanye amaxesha wena urongo by bavumele hlulani
makubenjalo by ariyeli apostolic church in zion
Переглядів 8932 роки тому
makubenjalo by ariyeli apostolic church in zion
umalume usebenza ngethongo bavumele hlulani
Переглядів 5 тис.2 роки тому
umalume usebenza ngethongo bavumele hlulani
Camagu!!!!
❤❤😇🤗👏👏👏
Ppz iffy
Ntombendala 😂😂
Ndiyayi thanda le Cawe ke mna
Le ngoma ifumala xa isiya ekupheleni
Thangana Krila
Camagu Tata ndicela inumber yakho
Linzim'iPhondo lakho Tatam ifanele ubanamandla kanje intlombe yakho camagu mzali wam uMveli ngqangi akusikelel akuthamsanqelise Tatam sithembe wena nanjenga mgcini'Mafa ugulela ntoni xa ungenathemba Thangaan👏
Camagwini BooKrila❤
Hayke andazi esi isingqi emagqirheni kudala 🙏
Aphemzini ndiwashiya'matshangaan ekhona 👏👏
Ndiyayithanda ngoma yako Gogo
Inqina,man yini ngati anityanga bokwe niyinqena
Yhuuu bebendicaphukisa because abaxhentsi tyhin 😊
Shuu kuyavakala
Molo tata, ndicela ubuza ndingaku fumana njani xa ndifuna uncedo kuwe ?
Camagu Bantwana Bethongo
Camagu deda mnyama vela kukhanya kumtaka tamkhulu owadukayo nindikhumbuza yena
Bhukhwana clan camagu
Injalo Tata yhoooo thiza ngathi utsho kum thiza andisenabazali mna I know
Yoooooh kudala wayiphi win Goma lotata yini amakhwhlekazi
Heke nam bendizbuza lonto yhini ihambe yodwa Maan
Ah!!Krila
Camagu, and how are you.
Mama one wool uyayishaya inqina liyapakama camagwini
Ayonqena la matwasa yuu
Lyrics zale ngoma plz😢😢😢
Awunolunga apha uligqira lotywala , uzoxhentsa njani uyotyiwe ?
camagwini ndiya camagusha ndingu Bhele,uLanga,Khuboni,Ndabezitha eligubu livusa imimoya yabadala shumakani mathambo syambele kuni❤🐅🐯
Ihlangene mathongo , camagu.
Camagu .
Camagu
Uyaphilisa tata
Wou ndatsho ndakhumbula umamam yhooo
Camagu hlekazi ndaziva ndichukumiseka mna ongasenabazali
Nyameka 1:53
Camagu
Inkomo zitheni Thangana...????
Yini yini yini eyyyyyyyyyy🎉🎉🎉🎉❤
Umzi wendwendwe love the song 🎉🎉🎉🎉🎉
Ingoma yam yethongo 😭😭😭
Camagwini bahlekazi celu ino kalo tata thangani
Ngowaphi utatu Bavumele?
Hayi uyiphiwe ingoma Tata and awunantanga.
Makubenjalo lihambe eliqiniso
camagu tata ndicela inumber yakho
Amabhayi la abomvu kumeluba kiseQwebe-qwebe❤️
Tyhini Jola nasekhaya likhoni thamsanqa💙💙
Ma udede ubunyama kuvele ukukhanya Camagu maQhirha amahle❤❤🙌
Yhoo